Entdecken Sie eBooks
Kategorien
Entdecken Sie Hörbücher
Kategorien
Entdecken Sie Zeitschriften
Kategorien
Entdecken Sie Dokumente
Kategorien
ISIMELABIZO SOQUKO
Esi sisimelabizo sineziqu ezintathu ezizezi: nke; ndwa namanani. Sakhiwa
ngokuhlomela isakhi esifana nqwa nesivumelanisi sentloko no –o oyingcambu kunye
nesiqu sesimelabizo soquko. Umntu wokuqala: mna ndonke. Umntu wesibini: thina
sonke. Umntu wesithathu ikwa ngumntu wokuqala.
Umzekelo: kulungile ukuba bonke abaculi basebenzise la magubu anesandi
esimnandi.